5 Golden Rules - isiXhosa

ISyngenta ikwiphulo lokuxhasa amafama ukuba anyuse iimveliso yezityalo, nokugcina abantu; nezilwanyana zasendle kunye nokusingqongileyo kukhuselekile.

Sikhuthaza amafama kwihlabathi lonke jikelele ukuba alandele ngengqongqo imigaqo yethu emihlanu exabisekileyo xa esebenzisa iimveliso zokukhusela izityalo kunye nembewu yazo.

Ngolwazi oluthe kratya ndwendwela www.pesticidewise.com

Not your language? Choose your language here.